



lgama elithi Nestle lidume
okweminyaka kuma
                                           khaya aseMzantsi Afrika   
ligama lemveliso
enokuthenjwa
nesemgangathweni
neye yasetyenziswa
ngaphezu kwamashumi
amane eminyaka - ukanti
nanamhlanje
isenokuthenjwa
AbakwaNestle baneemveiiso ezininzi,
abasetyhini banakuqiniseka ngokuthenga
ukutya okusemgangathweni xa bethenga
imveliso yakwaNestle.

lGold Cross full cream sweetened
condensed milk ibithandwa ngomama
nabantwana okweminyaka - oomama
bayigalele etini nasekofini, abantwana baye
bayiba ekhitshini baze bayisele njengoko injalo
isenkonkxeni ... mmm!

lGold Cross full cream sweetened
condensed milk ilunga naphi na kuba
inokugcinwa eshelufini iinyanga ezininzi - qho
uyisebenzisa incasa yayo ayonakele.
lkwasebenziseka Iula ekubhakeni iikeyiki
nokuyigalela njengefilling eswiti kwiitarts.

lNestle Cocoa ikwayenye imveliso eye
yagqwesa kwiminyaka edlulileyo. Naliphi na
ikhitshi kufuneka libe nayo icocoa - ukuze
kubhakwe iikeyiki ezinolo ncuthu
lwencasa
yetshokolethi - ukanti
ikwasisiselo esimnandi ngezo
ngokuhlwa zenyebelele







yenkwankca phambi kokuba utshi tshwa ezin-gubeni.

lGold Cross full cream sweetened
condensed milk isathengiswa - isenaba
bunqumbululu nencasa ebucwamburha
neyaziwa ngayo.

Usapho luphela lunokuyinandipha iNeste cocoa
njengoko belufudula lusenza okweminyaka
emininzi.

Omama basenokuthembela kwigama
ebebesoloko belithembile - nabantwana
basenokuyiqongqotha le nkonkxa
yecondensed milk emva kokuba unina wabo eyigalele etini, ekofini eyisebenzise naxa
ebhaka. Besazi ukuba utata ukuthanda
kangakanani okuswiti banokuyiphanga le nkonkxa phambi kokuba ayibone!

lNestle Cocoa iselolwaa ncuthu ulaziyo.
Ayinamagaqa - nto leyo ethetha ukuba
umxube wakho wekeyiki uya kuhlala
ungenamagaqa, kunjalo nangesiselo
sakho setshokolethi.

Bomama, khumbulani ukuba xa
niyokuthenga aniyilibali iNestle cocoa
- ukwenzela oko kutya kwasemini nokwangokuhlwa okuswiti
nokungenamagaqa.








Imicimbi ethile ifuna ukubhiyozelwa
ukubhiyozelwa
ngohlobo
olukhethekileyo. Usuku lwakho olulodwa lufanelwe yiglasi ezele  iwayini ehlwahlwazayo yakho nobamemileyo
IGrand Mousseux
ivelise iiwayini
ezihlwahlwazayo ezikumgangatho othe xhaxhe ukulungiselela  wonke umntu eMzantsi-Afrika.
Banewayini elungiselelwe itheko ngalinye - sizame ezi zimbini
 IGrand Mousseu Grand Rouge, eyiwayini ebomvu eswiti nehlwahlwazayo ethandwa
ngabathandanayo -ingakumbi kwitheko lomtshato.
 IGrand Mousseu
Vin Doux -ethandwayo kwezo zingekho switi kakhalu, nezinencasa yeziqhamo. Iba mnandi kakhulu kumatheko omtshato xa iselwa ibanda.
1Kukwakho neGrand Mousseux, Sec -ekholisayo  nenokuselwa kwimihla eshushu yehlobo IGrand Mousseux Spumante yona iswiti

kwaye inencasa

BHIYOZA
NGOHLOBO
OLULODWA nge Grand Mousseux!
e


Izihombo neewotshi  ezakwaSTERNS.













72 BONA XHOSA - September 1996
Siniphathela
Esinye Isizathu
Sokuthenga
KwaSterns...
...uya kufumana le ncwadana ethi Golden Beginnings xa uthenga umsesane womtshato kwaSterns. Le ncwadana ineevawutsha ezikongela imali kwiimveliso neenkonzo zethu, kuba sikukhathalele kwaSterns kwaye sifuna ukuninceda nibuqale kunye ubomi benu. Ngokuthenga umsesane kwaSterns, ungazongela imali kwaGreyhound, kwaSouthern Sun, kwaLewis Stores, kwaMarkhams, kwaOld Mutual, kwaSterns nakwaMemorate.

Xa ufuna ezinye iinkcukacha qhagamshelana nomphathl wevenkile wakwaSterns okanye utsalele umnxeba kwa-(021
938 7985.























AbakwaSterns banekhathatogu entsha yomtshato, enezihombo ezininzi zabatshati. Zalisa kuphela le khuphoni engezantsi baze abakwaSterns bakuthumelele ikhathalogu yomtshato SIMAHLA. Thumela kwa: Luvhengo Nethomboni, Sterns Marketing Department, P0 Box 6020, Parow East, 7501.


Ndithumelele iSterns Bridal Catalogue
lgama                                    ldilesi                                     
	ldolophu	lkhowudi          
Umhla womtshato wam                       lnombolo ye-account i-Sterns Prestige (xa unayo)
70 BONA XHOSA - September 1 

	k i.n thtIi tr.ic PrAc*c.. nnti,h.i.,.il, itn.l,    Iti.na.hn  tJnv. iinv.r,a yii..lS Itiilhn ni. .n7Ii pnpnnn.

